-
2 Kronike 32:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 Ke kaloku musani ukukhohliswa+ nguHezekiya okanye anilukuhle+ ngale ndlela musani ukumkholelwa, kuba akukho thixo walo naluphi na uhlanga okanye ubukumkani obunako ukuhlangula abantu babo esandleni sam nasesandleni sookhokho bam. Wobeka phi ke lo Thixo wenu ukungabi nako ukunihlangula esandleni sam!’”+
-
-
Yobhi 15:25INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
25 Ngenxa yokuba wolula isandla sakhe nxamnye noThixo,
Yaye uzama ukuzibonakalisa ongamile kunoSomandla;+
-