Yoshuwa 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 neKefar-amoni neOfeni neGebha;+ izixeko ezilishumi elinesibini nemizi yazo. Yoshuwa 21:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye kwisizwe sakwaBhenjamin, iGibheyon+ nedlelo layo, iGebha+ nedlelo layo, 2 Kronike 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke yena ukumkani uAsa, wathabatha wonke uYuda,+ waza wathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ yaye wakha ngawo iGebha+ neMizpa.+
6 Ke yena ukumkani uAsa, wathabatha wonke uYuda,+ waza wathwala amatye namaplanga aseRama+ awayesakha ngawo uBhahasha,+ yaye wakha ngawo iGebha+ neMizpa.+