IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 19:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Nali ilizwi elithethwe nguYehova nxamnye naye:

      “Intombi enyulu yaseZiyon ikudelile,+ ikugculele.+

      Intombi yaseYerusalem+ iye yahlunguzela intloko emva kwakho.+

  • INdumiso 132:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+

      Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+

  • Isaya 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami,+ uYehova wemikhosi, ukuthi: “Musani ukoyika, bantu bam abahlala eZiyon,+ ngenxa yomAsiriya, owayefudula enibetha+ ngentonga nowayefudula eniphakamisela umsimelelo wakhe ngendlela eyenza ngayo iYiputa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share