IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZililo 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bonke abanamandla bam uYehova ubalahlile ngaphakathi kwam.+

      Undibizele intlanganiso, ukuze abaqhekeze abafana bam.+

      UYehova usixovule isixovulelo sewayini+ sentombi enyulu yakwaYuda.+

  • IZililo 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ndiya kukusebenzisa njengengqina lantoni na? Ndiya kukufanisa nantoni na, ntombi yaseYerusalem?+

      Ndiya kukulinganisa nantoni na, ukuze ndikuthuthuzele, ntombi enyulu yaseZiyon?+

      Kuba ukuwa kwakho+ kukhulu kanye njengolwandle. Ngubani na onokukuphilisa?+

  • Mika 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Wena ke, nqabandini yomhlambi, ndulana yentombi yaseZiyon,+ luya kuza lufikelele kuwe, ewe, ngokuqinisekileyo ulawulo lokuqala luya kuza,+ ubukumkani bentombi yaseYerusalem.+

  • Zekariya 9:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Vuya kakhulu, wena ntombi yaseZiyon.+ Duma ngoloyiso,+ wena ntombi yaseYerusalem. Khangela! Ukumkani wakho+ uza kuwe.+ Ulilungisa, ewe, usindisiwe;+ uthobekile,+ yaye ukhwele e-esileni, sona kanye isilwanyana esikhule ngokupheleleyo esizalwa yimazi ye-esile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share