Isaya 47:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokuqinisekileyo baya kuba njalo kuwe, abo ubulaleke ngabo besebenzisa amakhubalo+ ukususela ebutsheni bakho. Okunene baya kubhadula, ngamnye aye kummandla wakowabo. Akuyi kubakho bani wokukusindisa.+
15 Ngokuqinisekileyo baya kuba njalo kuwe, abo ubulaleke ngabo besebenzisa amakhubalo+ ukususela ebutsheni bakho. Okunene baya kubhadula, ngamnye aye kummandla wakowabo. Akuyi kubakho bani wokukusindisa.+