Isaya 47:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Yihla uze uhlale phantsi eluthulini,+ ntombi enyulu yaseBhabhiloni.+ Hlala phantsi emhlabeni apho kungekho trone,+ ntombi yamaKhaledi.+ Kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba ubuthathaka yaye uethe-ethe.+
47 Yihla uze uhlale phantsi eluthulini,+ ntombi enyulu yaseBhabhiloni.+ Hlala phantsi emhlabeni apho kungekho trone,+ ntombi yamaKhaledi.+ Kuba akuyi kuba namava kwakhona okuba abantu bakubize ngokuba ubuthathaka yaye uethe-ethe.+