IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 89:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Uyiphelisile inkazimlo yakhe,+

      Netrone yakhe uyiphose emhlabeni.+

  • Yeremiya 51:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Intombi yaseBhabhiloni injengesanda.+ Lixesha lokuba igangathwe. Kusaya kuba lithutyana yaye limele liyifikele ixesha lokuvuna.”+

  • Daniyeli 5:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ngabo kanye obo busuku wabulawa+ uBheleshatsare ukumkani wamaKhaledi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share