Isaya 55:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Esikhundleni sentshinyela yameva kuya kuphuma umthi wejunipha.+ Esikhundleni serhawu elihlabayo kuya kuphuma umthi wommirtile.+ Yaye oku kuya kuba ludumo kuYehova,+ kube ngumqondiso ongayi kunqunyulwa ukusa kwixesha elingenammiselo.”+ Isaya 60:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Lona kanye uzuko lweLebhanon luya kuza kuwe, umthi wejunipha, umthi womqwehle nomsipres ngaxeshanye,+ ukuze kuhonjiswe indawo yengcwele yam;+ kwaye ndiya kuyizukisa indawo yeenyawo zam.+
13 Esikhundleni sentshinyela yameva kuya kuphuma umthi wejunipha.+ Esikhundleni serhawu elihlabayo kuya kuphuma umthi wommirtile.+ Yaye oku kuya kuba ludumo kuYehova,+ kube ngumqondiso ongayi kunqunyulwa ukusa kwixesha elingenammiselo.”+
13 “Lona kanye uzuko lweLebhanon luya kuza kuwe, umthi wejunipha, umthi womqwehle nomsipres ngaxeshanye,+ ukuze kuhonjiswe indawo yengcwele yam;+ kwaye ndiya kuyizukisa indawo yeenyawo zam.+