IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 43:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 abantu endiziyilele bona, ukuze babalise indumiso yam.+

  • Yeremiya 33:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngokuqinisekileyo kum siya kuba ligama lokugcoba,+ indumiso nobuhle kwiintlanga zonke zomhlaba eziya kuva ngako konke ukulunga endibenzela kona.+ Yaye ngokuqinisekileyo ziya kunkwantya,+ ziphazamiseke+ ngenxa yokulunga konke nangenxa yoxolo lonke endisenzela lona.’”+

  • 1 Petros 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa nina “nisisizwe esinyuliweyo, ububingeleli basebukhosini, uhlanga olungcwele,+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ ukuze nivakalise ngokubanzi iimbalasane”+ zalowo wanibizayo ukuba niphume ebumnyameni ningene ekukhanyeni kwakhe okungummangaliso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share