2 Kronike 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waphuma walwa namaFilisti+ watyhoboza udonga lwaseGati+ nodonga lwaseYabhine+ nodonga lwaseAshdode,+ emva koko wakha izixeko kummandla waseAshdode+ naphakathi kwamaFilisti.
6 Waphuma walwa namaFilisti+ watyhoboza udonga lwaseGati+ nodonga lwaseYabhine+ nodonga lwaseAshdode,+ emva koko wakha izixeko kummandla waseAshdode+ naphakathi kwamaFilisti.