2 Samuweli 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi ke emva koko uDavide wawaxabela amaFilisti+ waza wayoyisa,+ yaye uDavide wayithabatha iMetege-ama esandleni samaFilisti. 2 Kronike 21:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngako oko uYehova wavuselela nxamnye noYehoram umoya+ wamaFilisti+ nowama-Arabhu+ awayengakwicala lamaTiyopiya.+ Isaya 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Musa ukuba nemihlali,+ Filisti,+ nabani na kuwe, ngenxa nje yokuba umsimelelo walowo ubekubetha waphukile.+ Kuba engcanjini yenyoka+ kuya kuphuma inyoka enobuhlungu,+ kwaye isiqhamo sayo iya kuba yinyoka ebumlilorha ephaphazelayo.+
8 Kwathi ke emva koko uDavide wawaxabela amaFilisti+ waza wayoyisa,+ yaye uDavide wayithabatha iMetege-ama esandleni samaFilisti.
16 Ngako oko uYehova wavuselela nxamnye noYehoram umoya+ wamaFilisti+ nowama-Arabhu+ awayengakwicala lamaTiyopiya.+
29 “Musa ukuba nemihlali,+ Filisti,+ nabani na kuwe, ngenxa nje yokuba umsimelelo walowo ubekubetha waphukile.+ Kuba engcanjini yenyoka+ kuya kuphuma inyoka enobuhlungu,+ kwaye isiqhamo sayo iya kuba yinyoka ebumlilorha ephaphazelayo.+