Numeri 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukusuka apho banduluka baya kumisa iinkampu kummandla waseArnon,+ esentlango esusela emdeni wama-Amori; kuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, phakathi kukaMowabhi nama-Amori.
13 Ukusuka apho banduluka baya kumisa iinkampu kummandla waseArnon,+ esentlango esusela emdeni wama-Amori; kuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, phakathi kukaMowabhi nama-Amori.