Yeremiya 48:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ‘Mnxiliseni+ madoda, kuba uzigwagwisile kuYehova;+ uMowabhi ukhahleleke emhlanzweni wakhe,+ yaye uye waba sisigculelo, yena kanye. Yeremiya 48:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Silivile ikratshi lakwaMowabhi+—unekratshi kakhulu—ukuphakama kwakhe nekratshi lakhe nokuzidla kwakhe nokuphakama kwentliziyo yakhe.”+ Zefaniya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baya kufumana oku esikhundleni seqhayiya labo,+ ngenxa yokuba babangcikiva baza bamana bezigwagwisa nxamnye nabantu bakaYehova wemikhosi.+
26 ‘Mnxiliseni+ madoda, kuba uzigwagwisile kuYehova;+ uMowabhi ukhahleleke emhlanzweni wakhe,+ yaye uye waba sisigculelo, yena kanye.
29 “Silivile ikratshi lakwaMowabhi+—unekratshi kakhulu—ukuphakama kwakhe nekratshi lakhe nokuzidla kwakhe nokuphakama kwentliziyo yakhe.”+
10 Baya kufumana oku esikhundleni seqhayiya labo,+ ngenxa yokuba babangcikiva baza bamana bezigwagwisa nxamnye nabantu bakaYehova wemikhosi.+