INdumiso 94:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Phakama, Mgwebi womhlaba.+Buyisela impindezelo kwabo banekratshi.+ IMizekeliso 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile. Isaya 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Sivile ngekratshi likaMowabhi, ukuba unekratshi kakhulu;+ ukuziphakamisa kwakhe nekratshi lakhe nokuvutha komsindo wakhe+—intetho yakhe elilize ayiyi kuba njalo.+ Zefaniya 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baya kufumana oku esikhundleni seqhayiya labo,+ ngenxa yokuba babangcikiva baza bamana bezigwagwisa nxamnye nabantu bakaYehova wemikhosi.+
13 Ukoyika uYehova kuthetha ukuthiya okubi.+ Ukuziphakamisa nekratshi+ nendlela embi nomlomo onobugwenxa+ ndikuthiyile.
6 Sivile ngekratshi likaMowabhi, ukuba unekratshi kakhulu;+ ukuziphakamisa kwakhe nekratshi lakhe nokuvutha komsindo wakhe+—intetho yakhe elilize ayiyi kuba njalo.+
10 Baya kufumana oku esikhundleni seqhayiya labo,+ ngenxa yokuba babangcikiva baza bamana bezigwagwisa nxamnye nabantu bakaYehova wemikhosi.+