Amosi 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kukaMowabhi,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokutshisa kwakhe amathambo okumkani wakwaEdom aba yikalika.+
2 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu kukaMowabhi,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokutshisa kwakhe amathambo okumkani wakwaEdom aba yikalika.+