IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 48:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 “Silivile ikratshi lakwaMowabhi+—unekratshi kakhulu—ukuphakama kwakhe nekratshi lakhe nokuzidla kwakhe nokuphakama kwentliziyo yakhe.”+

  • Hezekile 25:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uMowabhi+ noSehire+ bethe: “Khangela! Indlu kaYuda injengazo zonke ezinye iintlanga,”+

  • Zefaniya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share