Isaya 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wemikhosi wenze esi sigqibo,+ ukuze ahlambele iqhayiya lobuhle bonke,+ aphathe ngendelelo bonke abo babekekileyo bomhlaba.+ Yeremiya 9:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+ Yeremiya 48:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 “‘Yeha Mowabhi!+ Abantu bakaKemoshe+ batshabalele. Kuba oonyana bakho bathatyathiwe njengabathinjwa neentombi zakho zangabathinjwa.
9 UYehova wemikhosi wenze esi sigqibo,+ ukuze ahlambele iqhayiya lobuhle bonke,+ aphathe ngendelelo bonke abo babekekileyo bomhlaba.+
23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+
46 “‘Yeha Mowabhi!+ Abantu bakaKemoshe+ batshabalele. Kuba oonyana bakho bathatyathiwe njengabathinjwa neentombi zakho zangabathinjwa.