Daniyeli 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+ Yakobi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+
37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+
6 Noko ke, ububele obungasifanelanga abunikelayo bukhulu ngakumbi.+ Sitsho nesibhalo ukuthi: “UThixo ubachasile abanekratshi,+ kodwa ubanika ububele obungasifanelanga abathobekileyo.”+