Duteronomi 28:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Woziganela umfazi, kodwa adlwengulwe ndoda yimbi.+ Woyakha indlu, kodwa ungahlali kuyo.+ Wotyala isidiliya, kodwa ungaqalisi ukusisebenzisa.+ Yeremiya 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bahlwayele ingqolowa, kodwa bavune ameva.+ Bazigulise ngokusebenza; abayi kuba yingenelo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni ngeemveliso zenu ngenxa yomsindo ovuthayo kaYehova.” Hoseya 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+ Zefaniya 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Indyebo yawo imele ibe yeyokuphangwa nezindlu zawo zibe yinkangala ephanzileyo.+ Aya kwakha izindlu, kodwa akayi kuhlala kuzo;+ aya kutyala nezidiliya, kodwa akayi kusela wayini yazo.+
30 Woziganela umfazi, kodwa adlwengulwe ndoda yimbi.+ Woyakha indlu, kodwa ungahlali kuyo.+ Wotyala isidiliya, kodwa ungaqalisi ukusisebenzisa.+
13 Bahlwayele ingqolowa, kodwa bavune ameva.+ Bazigulise ngokusebenza; abayi kuba yingenelo.+ Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni ngeemveliso zenu ngenxa yomsindo ovuthayo kaYehova.”
7 “Ngokuba ngumoya aqhubeka ewuhlwayela, yaye uya kuvuna umoya wesaqhwithi.+ Akukho kudla kuziinkozo kumilileyo.+ Akukho hlumelo livelisa umgubo.+ Ukuba mhlawumbi kukho eliwuvelisayo, abasemzini baya kuwuginya.+
13 Indyebo yawo imele ibe yeyokuphangwa nezindlu zawo zibe yinkangala ephanzileyo.+ Aya kwakha izindlu, kodwa akayi kuhlala kuzo;+ aya kutyala nezidiliya, kodwa akayi kusela wayini yazo.+