Yoweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi! Amosi 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo? Zekariya 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UYehova uya kubonakala phezu kwabo,+ notolo lwakhe ngokuqinisekileyo luya kuphuma kanye njengombane.+ INkosi enguMongami uYehova iya kuvuthela isigodlo,+ kwaye ngokuqinisekileyo iya kuphuma ngezaqhwithi zomoya wasemzantsi.+
2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi!
6 Ukuba kuvuthelwa isigodlo esixekweni, abathi na nabantu bangcangcazele?+ Ukuba kubakho intlekele esixekweni, asingoYehova na othabathe inyathelo?
14 UYehova uya kubonakala phezu kwabo,+ notolo lwakhe ngokuqinisekileyo luya kuphuma kanye njengombane.+ INkosi enguMongami uYehova iya kuvuthela isigodlo,+ kwaye ngokuqinisekileyo iya kuphuma ngezaqhwithi zomoya wasemzantsi.+