Yeremiya 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xelani kwaYuda, nivakalise naseYerusalem,+ yitshoni ngokuvakalayo, nivuthele nesigodlo kulo lonke ilizwe.+ Memezani kakhulu nithi: “Hlanganisanani, kwaye masingene ezixekweni ezinqatyisiweyo.+ Hezekile 33:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ngokwenene yalibona ikrele lisiza elizweni yaza yavuthela isigodlo ilumkisa abantu,+
5 Xelani kwaYuda, nivakalise naseYerusalem,+ yitshoni ngokuvakalayo, nivuthele nesigodlo kulo lonke ilizwe.+ Memezani kakhulu nithi: “Hlanganisanani, kwaye masingene ezixekweni ezinqatyisiweyo.+