IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 8:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ukuba ke kunokwenzeka bathi kuni: “Celani kwabaneshologu+ okanye kwabo banomoya wokuxela kwangaphambili abatswitswizayo+ nabathetha amazwi ngesandi esiphantsi,” abafanelanga na abantu bacele kuThixo wabo?+ [Kufanele kucelwe] kubantu abafileyo na ngenxa yabantu abaphilayo?+

  • Isaya 44:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Nditshitshisa imiqondiso yabo bantetho ililize, yaye ndinguLowo uphambanisa abavumisi;+ Lowo ubuyisela abantu abazizilumko emva, naLowo uguqulela kwanolwazi lwazo ekubeni bubudenge;+

  • IZenzo 16:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye njengoko sasisiya kwindawo yokuthandaza, sahlangatyezwa sisicakazana esithile esinomoya,+ idemon yokuvumisa.+ Sasifudula sizinika iinkosi zaso inzuzo eninzi+ ngokuqhelisela ubugcisa bokuxela izinto kwangaphambili.

  • ISityhilelo 18:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 yaye akukho kukhanya kwasibane kuya kuze kukhanye kwakhona kuwe, ibe akukho lizwi lamyeni nelamtshakazi liya kuze liviwe kwakhona kuwe;+ ngenxa yokuba abarhwebi+ bakho abahambahambayo babengabantu abakuluhlu oluphezulu+ emhlabeni, kuba ngoqheliselo lwakho lokusebenzelana nemimoya+ zonke iintlanga zalahlekiswa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share