2 Samuweli 15:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!” Isaya 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ngoko ke, yabona, ndinguLowo uya kwenza kwakhona ngokumangalisayo kwesi sizwana,+ ngendlela emangalisayo nangento emangalisayo; yaye ubulumko babantu baso abazizilumko bumele butshitshe, nokuqonda kwabantu baso abaziingqondi kuya kuzifihla.”+ 1 Korinte 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+
31 Kwanikelwa ingxelo kuDavide, kwathiwa: “NoAhitofele uphakathi kwabo benza iyelenqe+ noAbhisalom.”+ Wathi ke uDavide:+ “Liguqulele ekubeni bubudenge,+ ndiyacela, Yehova,+ icebo lika-Ahitofele!”
14 ngoko ke, yabona, ndinguLowo uya kwenza kwakhona ngokumangalisayo kwesi sizwana,+ ngendlela emangalisayo nangento emangalisayo; yaye ubulumko babantu baso abazizilumko bumele butshitshe, nokuqonda kwabantu baso abaziingqondi kuya kuzifihla.”+
19 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ndiza kubutshitshisa ubulumko babantu abazizilumko,+ ndiyiphuthise+ nengcinga yabantu abaziingqondi.”+