Eksodus 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Xa wayengasenako ukumfihla,+ wamthabathela umkhombe wemikhanzi, wawutyabeka ngebhitumene netela,+ wamfaka kuwo umntwana waza wawubeka phakathi kweengcongolo+ eludongeni loMlambo umNayile. Yobhi 40:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ilala ngaphantsi komthole onameva,Kwindawo efihlakeleyo yeengcongolo+ nendawo engumgxobhozo.+
3 Xa wayengasenako ukumfihla,+ wamthabathela umkhombe wemikhanzi, wawutyabeka ngebhitumene netela,+ wamfaka kuwo umntwana waza wawubeka phakathi kweengcongolo+ eludongeni loMlambo umNayile.