IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 25:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ‘Yaye ndiza kuyizisa impindezelo yam kwaEdom ngesandla sabantu bam uSirayeli;+ benze kwaEdom ngokomsindo wam nangokobushushu bam; kwaye kuya kufuneka bayazi impindezelo yam,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.”’

  • Hoseya 8:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “USirayeli ukulahlile okulungileyo.+ Utshaba malumsukele.+

  • Roma 12:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Musani ukuziphindezelela,+ zintanda, kodwa yikhweleleni ingqumbo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna, utsho uYehova.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share