Isaya 44:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Nditshitshisa imiqondiso yabo bantetho ililize, yaye ndinguLowo uphambanisa abavumisi;+ Lowo ubuyisela abantu abazizilumko emva, naLowo uguqulela kwanolwazi lwazo ekubeni bubudenge;+ 1 Korinte 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ubulumko beli hlabathi bubudenge kuThixo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ubambisa izilumko kubuqhokolo bazo.”+
25 Nditshitshisa imiqondiso yabo bantetho ililize, yaye ndinguLowo uphambanisa abavumisi;+ Lowo ubuyisela abantu abazizilumko emva, naLowo uguqulela kwanolwazi lwazo ekubeni bubudenge;+
19 Ubulumko beli hlabathi bubudenge kuThixo;+ kuba kubhaliwe kwathiwa: “Ubambisa izilumko kubuqhokolo bazo.”+