IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 kwanga ungeva usemazulwini, kwindawo ohlala kuyo emisiweyo,+ uze wenze ngokuvumelana nako konke oko akubizayo owasemzini;+ ukuze zonke izizwana zomhlaba zilazi igama lakho+ zize zikoyike njengabantu bakho amaSirayeli, ukuze zazi ukuba le ndlu ndiyakhileyo ibizwe ngegama lakho.+

  • Yeremiya 50:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ndiza kumbuyisela uSirayeli kwidlelo lakhe,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kudla eKarmele+ naseBhashan;+ umphefumlo wakhe uya kwanela kummandla weentaba wakwaEfrayim+ nowaseGiliyadi.’”+

  • Zekariya 8:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kwaye okunene izizwana ezininzi neentlanga ezinamandla ziya kuza zifuna uYehova wemikhosi eYerusalem+ zize zibongoze uYehova.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share