Isaya 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa. Isaya 35:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo. Isaya 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Phulaphulani! Uthile uyamemeza entlango esithi:+ “Hlahlani indlela kaYehova!+ Wenzeni uthi tye uhola wendlela kaThixo wethu ethafeni eliyinkqantosi.+
16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa.
8 Ngokuqinisekileyo kuya kubakho uhola wendlela+ apho; uya kubizwa ngokuba yiNdlela Yobungcwele.+ Lowo ungahlambulukanga akayi kudlula kuwo.+ Kwaye uya kuba ngowalowo uhamba endleleni, akukho zidenge ziya kubhadulela kuwo.
3 Phulaphulani! Uthile uyamemeza entlango esithi:+ “Hlahlani indlela kaYehova!+ Wenzeni uthi tye uhola wendlela kaThixo wethu ethafeni eliyinkqantosi.+