IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kothi ke kubekho uhola wendlela+ ophuma eAsiriya ongowentsalela+ yabantu bakhe abaya kusala,+ njengoko kwaba njalo kumaSirayeli ngemini yokunyuka kwawo ephuma ezweni laseYiputa.

  • Isaya 49:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yaye zonke iintaba zam ndiya kuzenza indlela, noohola bendlela baya kuba sendaweni ephakamileyo.+

  • Isaya 62:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+

  • Yeremiya 31:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Zibekele imiqondiso yendlela. Zibekele izibonda zokwalathisa.+ Zinzisa intliziyo yakho kuhola wendlela, indlela ekuya kufuneka uhambe ngayo.+ Buya, ntombi inyulu kaSirayeli. Buyela kwezi zixeko zakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share