IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 19:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndiza kuyinikela iYiputa esandleni senkosi elukhuni, nokumkani oya kuyilawula uya komelela,”+ itsho iNkosi yokwenyaniso, uYehova wemikhosi.

  • Yeremiya 46:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “Ndiza kubanikela esandleni sabo bafuna umphefumlo wabo nasesandleni sikaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni+ nasesandleni sabakhonzi bakhe; yaye emva koko kuya kuhlalwa kuyo njengakwimihla yakudala,’+ utsho uYehova.

  • Hezekile 30:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kwaye ndiza kuyigweba iYiputa;+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share