Nehemiya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UEtsere unyana kaYeshuwa,+ inkosana yaseMizpa,+ ecaleni kwakhe walungisa elinye icandelo elilinganisiweyo malunga nendawo enyukayo ngakwiNdawo Yokugcina Izikrweqe kuDonga Olungaphandle.+
19 UEtsere unyana kaYeshuwa,+ inkosana yaseMizpa,+ ecaleni kwakhe walungisa elinye icandelo elilinganisiweyo malunga nendawo enyukayo ngakwiNdawo Yokugcina Izikrweqe kuDonga Olungaphandle.+