IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UNehemiya,+ oko kukuthi iTirshata+ noEzra+ umbingeleli, umkhupheli, nabaLevi ababeyalela abantu bathi kubo bonke abantu: “Olu suku lungcwele kuYehova uThixo wenu.+ Ningazili okanye nilile.”+ Kuba bonke abantu babelila njengoko babesiva la mazwi omthetho.+

  • Isaya 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ezitratweni zakhe babhinqe amarhonya.+ Naseluphahleni+ lwakhe nakwiindawo zembutho bayabhomboloza, besehla belila.+

  • Yoweli 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Phakathi kweveranda nesibingelelo+ ababingeleli, abalungiseleli bakaYehova, mabalile baze bathi, ‘Owu Yehova, yiba nosizi ngabantu bakho, musa ukulenza ilifa lakho libe lungcikivo,+ ukuba balawulwe ziintlanga. Kutheni na ukuba bathi phakathi kwezizwana: “Uphi na uThixo wabo?”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share