Isaya 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kubakho uhadi, nomrhubhe, nentambula, nembande, ndawonye newayini emathekweni abo;+ kodwa umsebenzi kaYehova abawukhathalele, nomsebenzi wezandla zakhe abawubonanga.+ Isaya 56:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+ Amosi 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nina balala ezingqengqelweni zeempondo zeendlovu+ nabanabileyo emandlalweni wabo, nabadla iinkunzi zeegusha emhlambini namathole eenkunzi zeenkomo phakathi kwamathole atyetyisiweyo;+ Luka 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 babesidla, babesela, amadoda ayetshata, amabhinqa ayetshatiswa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni, wafika umkhukula, wabatshabalalisa bonke.+
12 Kubakho uhadi, nomrhubhe, nentambula, nembande, ndawonye newayini emathekweni abo;+ kodwa umsebenzi kaYehova abawukhathalele, nomsebenzi wezandla zakhe abawubonanga.+
12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+
4 Nina balala ezingqengqelweni zeempondo zeendlovu+ nabanabileyo emandlalweni wabo, nabadla iinkunzi zeegusha emhlambini namathole eenkunzi zeenkomo phakathi kwamathole atyetyisiweyo;+
27 babesidla, babesela, amadoda ayetshata, amabhinqa ayetshatiswa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni, wafika umkhukula, wabatshabalalisa bonke.+