Isaya 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa, nina nisuke nagcoba, naba nemihlali, naxhela iinkomo nezimvu, nadla inyama, nasela newayini, nisithi+ ‘Masidle sisele, kuba ngomso siya kufa.’”+
13 Kodwa, nina nisuke nagcoba, naba nemihlali, naxhela iinkomo nezimvu, nadla inyama, nasela newayini, nisithi+ ‘Masidle sisele, kuba ngomso siya kufa.’”+