IMizekeliso 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye, khangela! kwakukho umfazi esiya kumhlangabeza, enesambatho sikanongogo+ nentliziyo enobuqhokolo. Yeremiya 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke abo bakuthanda kakhulu ngabo kanye abakulibeleyo.+ Abafuni wena. Kuba ndikubethe ngokubethwa kotshaba,+ ngokubethwa kwalowo ukhohlakeleyo,+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho;+ izono zakho zininzi.+
10 Yaye, khangela! kwakukho umfazi esiya kumhlangabeza, enesambatho sikanongogo+ nentliziyo enobuqhokolo.
14 Bonke abo bakuthanda kakhulu ngabo kanye abakulibeleyo.+ Abafuni wena. Kuba ndikubethe ngokubethwa kotshaba,+ ngokubethwa kwalowo ukhohlakeleyo,+ ngenxa yobuninzi beziphoso zakho;+ izono zakho zininzi.+