IZililo 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Silila kakhulu ebudeni bobusuku,+ neenyembezi zaso zisezidleleni zaso.+Asinabani wokusithuthuzela phakathi kwabo bonke abo basithandayo.+Wona kanye onke amaqabane aso aqhubene naso ngobuqhophololo.+ Aye aziintshaba zaso.+ IZililo 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ndibabizile abo bandithanda kakhulu.+ Bona bandikhohlisile.Esixekweni ababingeleli bam namadoda amadala akwam abhubhile,+Ngokuba kwakufuneka ezifunele into edliwayo ukuze ahlaziye umphefumlo wawo.+
2 Silila kakhulu ebudeni bobusuku,+ neenyembezi zaso zisezidleleni zaso.+Asinabani wokusithuthuzela phakathi kwabo bonke abo basithandayo.+Wona kanye onke amaqabane aso aqhubene naso ngobuqhophololo.+ Aye aziintshaba zaso.+
19 Ndibabizile abo bandithanda kakhulu.+ Bona bandikhohlisile.Esixekweni ababingeleli bam namadoda amadala akwam abhubhile,+Ngokuba kwakufuneka ezifunele into edliwayo ukuze ahlaziye umphefumlo wawo.+