Hoseya 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba umama wabo uhenyuzile.+ Lowo wabamithayo wenza okuziintloni,+ ngokuba wathi, ‘Ndifuna ukulandela abo bathandana nam,+ abo bandinika isonka namanzi, uboya nelinen, ioli nesiselo.’+ Hoseya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Musa ukuba nemihlali, Sirayeli.+ Musa ukuvuya njengezizwana.+ Kuba ngokuhenyuza umkile kuThixo wakho.+ Uthande izipho zengqesho ezandeni zonke zokudla okuziinkozo.+
5 Kuba umama wabo uhenyuzile.+ Lowo wabamithayo wenza okuziintloni,+ ngokuba wathi, ‘Ndifuna ukulandela abo bathandana nam,+ abo bandinika isonka namanzi, uboya nelinen, ioli nesiselo.’+
9 “Musa ukuba nemihlali, Sirayeli.+ Musa ukuvuya njengezizwana.+ Kuba ngokuhenyuza umkile kuThixo wakho.+ Uthande izipho zengqesho ezandeni zonke zokudla okuziinkozo.+