IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+

  • Nehemiya 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Nceda, khumbula+ ilizwi owayalela ngalo uMoses umkhonzi wakho, usithi, ‘Ukuba nithe nenza ngokungathembeki, mna ndiya kunichithachitha phakathi kwezizwana.+

  • Yeremiya 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 yaye ndiza kusichithachitha phakathi kweentlanga esingazazanga sona nooyise,+ ndithumele ikrele emva kwaso ndide ndisitshabalalise sonke.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share