Isaya 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 indoda enamandla nendoda elwayo, umgwebi nomprofeti,+ novumisayo nendoda ekhulileyo,+ Isaya 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 UYehova uya kunqumla intloko+ nomsila+ kwaSirayeli, ihlumelo nomzi ngamini-nye.+ Hezekile 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kumele kuze ixesha, imini imele ifike. Umthengi ke yena, makangabi nemihlali;+ nomthengisi ke, makangazili, kuba kukho ukuvutha komsindo ngakwisihlwele sonke sakhona. Hoseya 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Kuya kuthi njengoko banjalo abantu abe njalo umbingeleli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaphendulisa ngeendlela zabo;+ ndibabuyisele ngokwezenzo zabo.+
12 Kumele kuze ixesha, imini imele ifike. Umthengi ke yena, makangabi nemihlali;+ nomthengisi ke, makangazili, kuba kukho ukuvutha komsindo ngakwisihlwele sonke sakhona.
9 “Kuya kuthi njengoko banjalo abantu abe njalo umbingeleli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubaphendulisa ngeendlela zabo;+ ndibabuyisele ngokwezenzo zabo.+