Isaya 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 abo bathi: “Mawungxame umsebenzi wakhe; mawuze ngokukhawuleza, ukuze siwubone; necebo laLowo Ungcwele kaSirayeli malisondele lize lifike, ukuze silazi!”+ 2 Petros 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baze bathi:+ “Buphi obu bukho bakhe buthenjisiweyo?+ Kuba ukususela ngomhla ookhokho bethu abalala ngawo ekufeni, zonke izinto zisaqhubeka kanye njengasekuqaleni kwendalo.”+
19 abo bathi: “Mawungxame umsebenzi wakhe; mawuze ngokukhawuleza, ukuze siwubone; necebo laLowo Ungcwele kaSirayeli malisondele lize lifike, ukuze silazi!”+
4 baze bathi:+ “Buphi obu bukho bakhe buthenjisiweyo?+ Kuba ukususela ngomhla ookhokho bethu abalala ngawo ekufeni, zonke izinto zisaqhubeka kanye njengasekuqaleni kwendalo.”+