IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 24:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ihambo evakalala yobudenge sisono,+ yaye umgculeli yinto ecekisekayo eluntwini.+

  • Yeremiya 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Ziyamkhanyela uYehova, zisithi, ‘Asinguye.+ Kwaye thina asiyi kufikelwa yintlekele, kungekho krele okanye ndlala esiya kuyibona.’+

  • Yeremiya 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Khangela! Kukho abo bathi kum: “Liphi na ilizwi likaYehova?+ Malincede lize.”

  • Hezekile 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “Nyana womntu, iyintoni na le ntetho ingumzekeliso ninayo emhlabeni wakwaSirayeli,+ ethi, ‘Imihla iyoluleka,+ iyatshabalala nemibono yonke’?+

  • Amosi 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share