IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 7:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa abazange baphulaphule, bengazange bathobe nendlebe yabo,+ kodwa baqhubeka behamba ngamacebo abo ngobulukhuni bentliziyo yabo embi,+ kangangokuba baya ngasemva kungekhona ngaphambili,+

  • Yeremiya 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Babuyele kwiziphoso zookhokho babo,+ ababa ngabokuqala, ukwala ukuthobela amazwi am, kodwa besuka balandela abanye oothixo ukuze babakhonze.+ Indlu kaSirayeli nendlu kaYuda ziwaphule umnqophiso wam endawenzayo nookhokho babo.+

  • Hezekile 20:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “‘“Kodwa bona, ndlu kaSirayeli, bandivukela entlango.+ Abazange bahambe ngemimiselo yam,+ nezigwebo zam bazigatya,+ ezo, ukuba umntu ebengazenza, ebeya kuqhubeka ephila ngazo.+ Neesabatha zam bazihlambela kakhulu,+ kangangokuba ndathembisa ukukuphalazela kubo entlango ukuvutha komsindo wam, ukuze ndibatshabalalise.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share