IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 29:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “Yaye kothi ke ekuweveni kukabani lowo amazwi esi sifungo,+ azikhohlise entliziyweni yakhe, esithi, ‘Mna ndiya kuba seluxolweni,+ ngoxa ndisenza ngokobulukhuni bentliziyo yam,’+ kuze oko kuphumele ekubeni kutshayelwe kokubini osele wahlutha kwanonxaniweyo,

  • Yeremiya 5:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa sona kanye esi sizwana sinentliziyo eneenkani nenemvukelo; siphambukile saza saqhubeka sihamba ngekhondo laso.+

  • Yeremiya 23:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Batsho kaninzi-ninzi kwabo bangenantlonelo ngam ukuthi, ‘UYehova uthethile wathi: “Niya kuba noxolo.”+ Nakuye wonke ohamba ngobulukhuni bentliziyo yakhe+ bathe, ‘Akukho ntlekele iya kunifikela.’+

  • Hezekile 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa ke yona indlu kaSirayeli, ayiyi kufuna ukukuphulaphula, kuba ayifuni kundiphulaphula mna;+ ngenxa yokuba bonke abo bendlu kaSirayeli baneentloko ezilukhuni neentliziyo ezilukhuni.+

  • Hoseya 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba, unjengemazi yenkomo enenkani uSirayeli ukuba nenkani.+ Ngaba ke uYehova uya kubalusa njengetakane legusha eliyinkunzi kwindawo ebanzi?

  • Zekariya 7:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share