IMizekeliso 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+ Isaya 48:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yokwazi kwam ukuba ulukhuni nokuba intamo yakho+ yimisipha yentsimbi+ nebunzi lakho lubhedu,+
29 Umntu owohlwaywa ngokuphindaphindiweyo+ kodwa ayenze lukhuni intamo+ yakhe uya kwaphulwa ngequbuliso, aze angaphiliswa.+
4 Ngenxa yokwazi kwam ukuba ulukhuni nokuba intamo yakho+ yimisipha yentsimbi+ nebunzi lakho lubhedu,+