IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 UMoses noAron bayenza yonke le mimangaliso phambi koFaro;+ kodwa uYehova wayiyeka yaba lukhuni intliziyo kaFaro, akabandulula oonyana bakaSirayeli ezweni lakhe.+

  • 2 Kronike 36:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wavukela+ uKumkani uNebhukadenetsare, owayemfungise ngoThixo;+ waqhubeka eyenza lukhuni+ intamo yakhe wayenza lukhuni+ intliziyo yakhe kangangokuba akazange abuyele kuYehova uTHIXO kaSirayeli.

  • INdumiso 75:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Musani ukuluphakamisela phezulu uphondo lwenu.

      Musani ukuthetha ngentamo ekhukhumeleyo.+

  • Yeremiya 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 kodwa abaphulaphula okanye bathobe indlebe yabo,+ bayenza lukhuni intamo yabo+ ukuze bangeva nokuze bangamkeli ngqeqesho.”’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share