Yeremiya 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+ Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+ Hebhere 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 kodwa hlalani nibongozana+ umhla ngamnye, lo gama kusathiwa “Namhlanje,”+ ukuze kungabikho nabani na kuni owenziwa lukhuni ngamandla akhohlisayo+ esono.
25 Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho elunxanweni.+ Kodwa wathi, ‘Akukho themba!+ Hayi, kuba ndibathandile abasemzini,+ yaye ndiza kulandela bona.’+
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+
13 kodwa hlalani nibongozana+ umhla ngamnye, lo gama kusathiwa “Namhlanje,”+ ukuze kungabikho nabani na kuni owenziwa lukhuni ngamandla akhohlisayo+ esono.