Isaya 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ubashiyile abantu bakho, indlu kaYakobi.+ Kuba bazele koko kuvela eMpuma,+ baqhelisela umlingo+ njengamaFilisti, yaye baphuphuma ngabantwana basemzini.+ Yeremiya 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuphela nje siphawule isiphoso sakho, kuba unxaxhile kuYehova uThixo wakho.+ Kwaye waqhubeka uchithachithela iindlela zakho kwabasemzini+ phantsi kwemithi yonke enabileyo,+ kodwa aniliphulaphulanga ilizwi lam,” utsho uYehova.’”
6 Kuba ubashiyile abantu bakho, indlu kaYakobi.+ Kuba bazele koko kuvela eMpuma,+ baqhelisela umlingo+ njengamaFilisti, yaye baphuphuma ngabantwana basemzini.+
13 Kuphela nje siphawule isiphoso sakho, kuba unxaxhile kuYehova uThixo wakho.+ Kwaye waqhubeka uchithachithela iindlela zakho kwabasemzini+ phantsi kwemithi yonke enabileyo,+ kodwa aniliphulaphulanga ilizwi lam,” utsho uYehova.’”