2 Kronike 36:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe. Yeremiya 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+
17 Ngoko wanyusa nxamnye nabo ukumkani wamaKhaledi,+ owabulala abafana babo ngekrele+ endlwini yabo engcwele,+ akabanga namfesane ngamfana nangantombi inyulu, omdala okanye owalupheleyo.+ Yonk’ into wayinikela esandleni sakhe.
21 Kuba ukufa kunyuke ngeefestile zethu; kufikile kwiinqaba zethu zokuhlala, ukuze kunqumle umntwana esitratweni, umfana kwiindawo zembutho.’+