INdumiso 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zonke iintshaba zam ziya kuba neentloni+ kakhulu zize ziphazamiseke;Ziya kujika, ziya kuba neentloni ngephanyazo.+ INdumiso 35:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Mababe neentloni badane xa bebonke+Abo bayivuyelayo intlekele yam.+Mabambeswe ihlazo+ nokuthotywa abo bazigwagwisayo kum.+ INdumiso 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+ Yeremiya 23:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kwaye ndiza kubeka phezu kwenu ungcikivo ukusa kwixesha elingenammiselo nokuthotywa ukusa kwixesha elingenammiselo, nto leyo ingenakulibaleka.”’”+
10 Zonke iintshaba zam ziya kuba neentloni+ kakhulu zize ziphazamiseke;Ziya kujika, ziya kuba neentloni ngephanyazo.+
26 Mababe neentloni badane xa bebonke+Abo bayivuyelayo intlekele yam.+Mabambeswe ihlazo+ nokuthotywa abo bazigwagwisayo kum.+
14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+
40 Kwaye ndiza kubeka phezu kwenu ungcikivo ukusa kwixesha elingenammiselo nokuthotywa ukusa kwixesha elingenammiselo, nto leyo ingenakulibaleka.”’”+