INdumiso 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+ INdumiso 109:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Abo bandichasayo mabambeswe ngokuthotywa,+Kwaye mabazisongele ngehlazo labo kanye njengokungathi kungesambatho esingenamikhono.+ Yeremiya 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa uYehova wayenam+ njengalowo unamandla ngokunkwantyisayo.+ Kungenxa yoko le nto bona kanye abo banditshutshisayo beya kukhubeka baze bangoyisi.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhlaziswa, ngenxa yokuba bengayi kuphumelela. Ukuthotywa kwabo okuhlala ngokungenammiselo kuya kuba kokungayi kulibaleka.+
14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+
29 Abo bandichasayo mabambeswe ngokuthotywa,+Kwaye mabazisongele ngehlazo labo kanye njengokungathi kungesambatho esingenamikhono.+
11 Kodwa uYehova wayenam+ njengalowo unamandla ngokunkwantyisayo.+ Kungenxa yoko le nto bona kanye abo banditshutshisayo beya kukhubeka baze bangoyisi.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhlaziswa, ngenxa yokuba bengayi kuphumelela. Ukuthotywa kwabo okuhlala ngokungenammiselo kuya kuba kokungayi kulibaleka.+